Ujeremiya 36:4 XHO96

4 UJeremiya wabiza uBharuki unyana kaNeriya, wambizela onke amazwi kaNdikhoyo awathethe kuye, yena uBharuki wawabhala encwadini apho.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 36

imbono Ujeremiya 36:4 kwimeko