Ujeremiya 37:18 XHO96

18 Uqokele wathi uJeremiya, ebhekisa kukumkani uZedekiya: “Ndone ngantoni na kuwe, okanye kumaphakathi nakubantu bakho, sendibona ndifakwe entolongweni nje?

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 37

imbono Ujeremiya 37:18 kwimeko