Ujeremiya 38:14 XHO96

14 Emva koko ukumkani uZedekiya wathi makaye kubizwa umshumayeli uJeremiya, asiwe kumnyango wesithathu wendlu *kaNdikhoyo. Uthe akufika uJeremiya, ukumkani wathi: “Ndifuna ukukubuza into; uze ungandifihleli.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 38

imbono Ujeremiya 38:14 kwimeko