Ujeremiya 38:25 XHO96

25 Kodwa ke xa zithe iziphathamandla zeva ukuba bekhe sadibana, zize ke zithi kuwe: ‘Sixelele, ubusithini kukumkani, waza yena wathini kuwe? Ukuba uthethe konke, asiyi kukubulala,’

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 38

imbono Ujeremiya 38:25 kwimeko