Ujeremiya 38:27 XHO96

27 Zaya kuJeremiya zonke iziphathamandla, zafika zambuza ngencoko yakhe nokumkani. Wazixelela konke athe ukumkani aze azixelele kona. Azibanga nakumphikisa kuba yayingavelwanga bani incoko yakhe nokumkani.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 38

imbono Ujeremiya 38:27 kwimeko