Ujeremiya 38:6 XHO96

6 Bamthatha ke uJeremiya, baya kumfaka emhadini owawusenkundleni yabalindi kwaMalekiya unyana kakumkani. Bamthoba ngentambo ukumsa ezantsi kuloo mhadi owawungenamanzi, iludaka lodwa. Watshona kwelo daka ke uJeremiya.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 38

imbono Ujeremiya 38:6 kwimeko