Ujeremiya 39:14 XHO96

14 bathi makuye kukhutshwa uJeremiya kulaa nkundla yabalindi wayehlala kuyo. Bamnikezela kuGedaliya unyana ka-Ahikam unyana kaShafan ukuba amgoduse. Wasala wahlala phakathi kwabantu bakowabo ke uJeremiya.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 39

imbono Ujeremiya 39:14 kwimeko