Ujeremiya 39:6 XHO96

6 Ukumkani waseBhabheli wababulala apho eRibhela oonyana bakaZedekiya ejongile, ngokunjalo wazibulala neendwalutho zonke zakwaJuda.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 39

imbono Ujeremiya 39:6 kwimeko