Ujeremiya 40:11 XHO96

11 Athi amaJuda awayekwaMowabhi, nawayekwa-Amon, nakwaEdom, nakuwo onke amanye amazwe, akuva ukuba ukumkani waseBhabheli washiya igcudwana kwaJuda, waza wamisa uGedaliya unyana ka-Ahikam ozalwa nguShafan ukuba abe ngumphathiswa,

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 40

imbono Ujeremiya 40:11 kwimeko