Ujeremiya 40:9 XHO96

9 Wafunga uGedaliya, unyana ka-Ahikam, umzukulwana kaShafan, wathi kubo nabalandeli babo: “Ze ningoyiki ukuwakhonza amaKaledi. Hlalani apha kweli lizwe, nithobele ukumkani waseBhabheli. Xa nenjenjalo niya kulungelwa.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 40

imbono Ujeremiya 40:9 kwimeko