Ujeremiya 41:18 XHO96

18 bephepha amaKaledi. Babesoyika kuba uIshmayeli unyana kaNetaniya wagwinta uGedaliya unyana ka-Ahikam owemiswa ngukumkani waseBhabheli ukuba abe ngumphathiswa welo lizwe.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 41

imbono Ujeremiya 41:18 kwimeko