Ujeremiya 43:5 XHO96

5 Suka yena uYohanan enabaphathi-mabutho waqokelela onke amasalela akwaJuda, bonke abo babebuyele kwaJuda bevela kumazwe ababethe saa kuwo,

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 43

imbono Ujeremiya 43:5 kwimeko