Ujeremiya 44:14 XHO96

14 Akuyi kubakho usindayo noya kusala kula masalela akwaJuda aphambukele kwelaseJiputa enethemba lokuba obuyela kwelakwaJuda esaphila. Inene, akukho uya kubuya konke, ngaphandle kwembinana eya kuphuncula.’ ”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 44

imbono Ujeremiya 44:14 kwimeko