Ujeremiya 46:25 XHO96

25 UNdikhoyo onamandla onke, uThixo kaSirayeli, uthethile wathi: “Ndiza kumohlwaya *uthixo waseNo uAmoni, kunye namaJiputa noothixo bawo, namatshawe, nokumkani waseJiputa, nabo bonke abathembele kuye.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 46

imbono Ujeremiya 46:25 kwimeko