Ujeremiya 46:28 XHO96

28 Uze ungoyiki, wena sicaka sam Yakobi.”Lowo ngumlomo *kaNdikhoyo.“Kaloku mna ndinawe.Ndiza kuziphanzisa zonke iintlanga endikuchitha-chithele kuzo,kodwa andiyi kukuphanzisa wena.Nawe phofu uya kohlwaywa;ndiza kukuqeqesha,phofu ndingabi ngqongqo kuwe.”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 46

imbono Ujeremiya 46:28 kwimeko