Ujeremiya 46:5 XHO96

5 Nibona ntoni ngoku?Bayankwantya; nâbo behlehla.Ayaswantsuliswa amagorha abo; acela kwabasicatyana; akabheki nangasemva.Lunxunguphalo macala onke, utsho uNdikhoyo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 46

imbono Ujeremiya 46:5 kwimeko