Ujeremiya 49:10 XHO96

10 Kodwa mna ndiya kumhluba konke anako uEsawu,ndimkhuphulule kwezo ndawo azimele kuzo,angabi nako tu ukufihlakala.Uya kucinywa igama yena nenzala yakhe,angabi saba nabo abazalwana nabamelwane.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 49

imbono Ujeremiya 49:10 kwimeko