Ujeremiya 50:13 XHO96

13 Ngenxa yengqumbo kaNdikhoyo uya kuba sisixeko esingamiwa bani,indawo eyinkangala mpela.Bonke abadlulayo eBhabeli baya kothuka,bathi khumnqa ngenxa yokubhukuqwa kwayo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 50

imbono Ujeremiya 50:13 kwimeko