Ujeremiya 50:20 XHO96

20 Ngaloo mihla nangelo xesha,”lowo ngumlomo kaNdikhoyo,“buya kufunwa ubugwenxa bukaSirayeli,kodwa bungabikho;ziya kufunwa nezono zikaJuda,kodwa zingafumaneki.Kaloku ndiya kuwaxolela loo masalela ndiwasindisayo.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 50

imbono Ujeremiya 50:20 kwimeko