Ujeremiya 50:44 XHO96

44 Niyabona, njengengonyama ephuma kwiintshinyela zamatyholo eJordan,iye emadlelweni ahlala eyokozela,kuya kuba njalo ukuyigxotha kwam ngephanyazo kwelakowayo iBhabheli.Ngubani na onyuliweyo nendiya kumalatha ukuze andenzele oku?Kakade ngubani onjengam onokumelana nam,ingubani umalusi onokuxaba endleleni yam?”

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 50

imbono Ujeremiya 50:44 kwimeko