19 Akanjengabo yena uSahlulelo sikaYakobi –kaloku yena nguMbumbi weento zonke,kwanowesizwe ke esililifa lakhe.NguNdikhoyo uSomandla-onke igama lakhe.
funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 51
imbono Ujeremiya 51:19 kwimeko