Ujeremiya 51:57 XHO96

57 Ndiya kuzinxilisa iziphathamandla nezilumko zayo,kwakunye neerhuluneli namagosa namagorha ayo.Baya kulala ubuthongo, bangavuki ngonaphakade.”Lowo ngumlomo weKumkani egama linguNdikhoyo uSomandla-onke.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 51

imbono Ujeremiya 51:57 kwimeko