61 waza wathi kuSeraya: “Wakufika eBhabheli nakanjani na uze uwafunde ngokuvakalayo onke la mazwi.
funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 51
imbono Ujeremiya 51:61 kwimeko