Ujeremiya 52:1 XHO96

1 Ukuqala kwakhe ukulawula uZedekiya wayeneminyaka emashumi mabini ananye, waza ke walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinanye. Unina yayinguHamutali intombi kaJeremiya waseLibhena.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 52

imbono Ujeremiya 52:1 kwimeko