Ujeremiya 52:12 XHO96

12 Ke kaloku kwathi, ngomhla weshumi wenyanga yesihlanu kunyaka weshumi elinethoba kakumkani waseBhabheli uNebhukadenezare, ingqwayi-ngqwayi yabalindi uNebhuzaradan, eyayiliphakathi likakumkani waseBhabheli, yagaleleka eJerusalem.

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 52

imbono Ujeremiya 52:12 kwimeko