30 kunyaka wakhe wamashumi amabini anantathu: amaJuda angamakhulu asixhenxe anamashumi amane anantlanu athinjwe nguNebhuzaradan ingqwayi-ngqwayi yabalindi bakomkhulu.Yayingabantu abangamawaka amane anamakhulu amathandathu bebonke.
funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 52
imbono Ujeremiya 52:30 kwimeko