Ujeremiya 52:8 XHO96

8 Kambe ke umkhosi wamaKaledi wasukelisa, waza wamfumana uZedekiya nomkhosi wakhe wonke xa wayesesentilini yaseJeriko. Wahlukaniswa nomkhosi lowo, wona wasarhaka,

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 52

imbono Ujeremiya 52:8 kwimeko