Ujeremiya 7:32 XHO96

32 Kodwa liyeza ixesha xa ingayi kuba sabizwa ngokuba yiTofeti okanye intili kaBhen-hinom, koko ibizwe ngokuba yiNtili yeNtshabalalo, kuba kongcwatywa kude kuphele umhlaba,

funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 7

imbono Ujeremiya 7:32 kwimeko