2 Aya kubhencwa elangeni nasenyangeni nasezinkwenkwezini ababezithanda bezikhonza, bekhokelwa zizo, bebuzisa kuzo, benqula zona. Aya kuthi saa phezu komhlaba oku kwamalongwe, angafihlwa bani.
funda isahluko epheleleyo Ujeremiya 8
imbono Ujeremiya 8:2 kwimeko