Uluka 1:13 XHO96

13 Isithunywa eso sathi kuye: “Musa ukoyika, Zakariya. UThixo uwuvile umthandazo wakho. Umfazi wakho uElizabhete uya kuzala unyana. Uze umthiye igama elinguYohane.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:13 kwimeko