Uluka 1:22 XHO96

22 Uthe ke akuphuma engasenako ukuthetha, baqonda ukuba ubone umbono apho endaweni engcwele. Wathi, ekhohliwe kukuthetha, wamana enqwala.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:22 kwimeko