Uluka 1:25 XHO96

25 wavakala esithi: “Kwenziwe yiNkosi oku. Ide yandenzela inceba, yaphelisa ukudeleka kwam phakathi kwabantu.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:25 kwimeko