Uluka 1:32 XHO96

32 Yena uya kuba mkhulu, abizwe ngokuba nguNyana kaPhezukonke. INkosi uThixo iya kummisela abe ngukumkani kwaDavide uyise,

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:32 kwimeko