Uluka 1:63 XHO96

63 Wabiza icwecwana, wabhala wathi: “Igama lakhe nguYohane.” Baza bamangaliswa bonke.

funda isahluko epheleleyo Uluka 1

imbono Uluka 1:63 kwimeko