Uluka 11:1 XHO96

1 Ke kaloku uYesu wayethandaza ndaweni ithile; kwathi akugqiba, omnye kubafundi bakhe wathi kuye: “Nkosi, sifundise ukuthandaza, kwanjengoko uYohane wabafundisayo ukuthandaza abakhe abafundi.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:1 kwimeko