Uluka 11:17 XHO96

17 Ke uYesu, ezazi iingcamango zabo, wathi kubo: “Bonke uburhulumente obuvukelana bodwa buyawa, nomzi ovukelana wodwa uyachithakala.

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:17 kwimeko