Uluka 11:20 XHO96

20 Ukuba ke iindimoni ndizikhupha ngamandla kaThixo, yazini ukuba ulawulo lukaThixo seluthwasile kuni.

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:20 kwimeko