Uluka 11:8 XHO96

8 Ndithi kuni, nokuba akayi kuvuka amnike ngakuba engumhlobo wakhe, noko wothi ngenxa yokuzingisa kwakhe ecela, avuke amnike ezo zonka.

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:8 kwimeko