Uluka 12:1 XHO96

1 Ekubeni kwakuhlanganisene amawaka-waka abantu ababebaninzi ngokokude banyathelane, uYesu wathi kubafundi bakhe kuqala: “Lilumkeleni igwele *labaFarasi elikukuzenzisa.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:1 kwimeko