Uluka 12:27 XHO96

27 Qondani ngeenyibiba ukukhula kwazo. Azisebenzi, zingaluki nokuluka oku, kanti ngenene naye uSolomon kubo bonke ubunewu-newu bakhe wayengavathiswanga nanjenganye kuzo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:27 kwimeko