Uluka 13:1 XHO96

1 Kwangelo xesha ke kwabakho abathile abâmxeleláyo uYesu ngamaGalili, awathi esenzela uThixo amadini, abulawa nguPilato.

funda isahluko epheleleyo Uluka 13

imbono Uluka 13:1 kwimeko