Uluka 13:34 XHO96

34 “Jerusalem, Jerusalem, wena ubabulalayo abashumayeli, ubakhande ngamatye abo bathunywa kuwe nguThixo! Kunini na ndifuna ukubawola abantu bakho ngokwesikhukukazi esigquma amantshontsho aso ngamaphiko, waza wena awavuma.

funda isahluko epheleleyo Uluka 13

imbono Uluka 13:34 kwimeko