Uluka 14:21 XHO96

21 Ke isicaka eso sibuyele enkosini yaso, sayixelela ezo zinto. Waza waqumba umnini-ndlu, wathi kwisicaka sakhe: ‘Khawuleza uye ezitalatweni nasezirhangeni zedolophu, uqokelele amahlwempu nezilima neemfama neziqhwala.’

funda isahluko epheleleyo Uluka 14

imbono Uluka 14:21 kwimeko