Uluka 14:31 XHO96

31 “Kananjalo nguwuphi na ukumkani onokuthi esiya kuqubisana nomnye emfazweni, angàthi nqumama, abhunge kuqala ukuba unako na ukumelana notshaba olumkhawulelayo lungamashumi amabini amawaka lona, enashumi linye lamawaka amajoni kuphela nje yena?

funda isahluko epheleleyo Uluka 14

imbono Uluka 14:31 kwimeko