Uluka 15:30 XHO96

30 Kodwa akufika lo nyana wakho, lo wayidlayo wayigqiba impahla yakho namahenyukazi, usuke wamxhelela elaa thole lityetyisiweyo.’

funda isahluko epheleleyo Uluka 15

imbono Uluka 15:30 kwimeko