Uluka 16:15 XHO96

15 waza wathi kubo: “Nina ningabazenza amalungisa phambi kwabantu, kodwa uThixo uyazazi iintliziyo zenu. Ke oko kuxatyisiweyo ngabantu kulizothe kuThixo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 16

imbono Uluka 16:15 kwimeko