Uluka 19:29 XHO96

29 Kwathi, akusondela eBhetefage naseBhetani, engasentabeni ekuthiwa yeyemiNquma, wathuma ababini kubafundi bakhe,

funda isahluko epheleleyo Uluka 19

imbono Uluka 19:29 kwimeko