Uluka 19:43 XHO96

43 Kuya kufika imihla eziya kuthi iintshaba zakho zakhe udonga lokuzikhusela ekukuhlaseleni kwazo, zikungqinge, zikuxine macala onke.

funda isahluko epheleleyo Uluka 19

imbono Uluka 19:43 kwimeko