Uluka 2:48 XHO96

48 Abazali bakhe bakumbona bathi manga, unina wathi kuye: “Mntanam, yini na ukuba usenjenje? Uyabona, uyihlo nam besikufuna sixhalabile.”

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:48 kwimeko