Uluka 2:51 XHO96

51 Wahamba nabo, waya kufika eNazarete. Wayebalulamela abazali bakhe. Wazigcina unina ezo zinto entliziyweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:51 kwimeko